Ekhaya ezilalini |
Indawo endikhulele kuyo ibizwa ukuba yi-Upper Mjika esi
dikilini sa-ku-Tsolo. Apho siyabusa ke umntu wenza into
ayithandayo. Akukho mntu ohlupha omnye
Molweni ke zihlobo zakuthi. Maduna Jiyane Sengane Qumane Salakulandela Msuthu Ndilibele eliphi na. |
Unyaka omtsha uqalile sinqwenelela inqubeka phambili kuwonke wonke Omnye nomnye ayifumane loo nto ayinqwenelelayo. Uxolo nothando. Njengoko abaninzi bebefuna ukuqonda ukuba ndivela phi na? Ndiyatsho kaloku ukuba ndivela ku-Tsolo elalini ekuthiwa yi- Upper Mjika. Intlupheko yandibeka apha e-Switzerland |